Igenesis 37:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Besuka bonke oonyana bakhe, nazo zonke iintombi zakhe, beza kumthuthuzela; akavuma kuthuthuzelwa, wathi, Ndiya kuhla ndiye kunyana wam kwelabafileyo, ndisenza isijwili. Uyise wamlilela ke.

Igenesis 37

Igenesis 37:34-36