Igenesis 37:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yizani sithengise ngaye kumaIshmayeli; isandla sethu masingabi phezu kwakhe, ngokuba ngumzalwana wethu, yinyama yethu. Bamphulaphula abazalwana bakhe.

Igenesis 37

Igenesis 37:17-33