Igenesis 36:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafa uHusham, wathi uHadadi, unyana kaBhedadi, owawatshabalalisayo amaMidiyan emhlabeni wamaMowabhi, walawula esikhundleni sakhe; igama lomzi wakhe yiAviti.

Igenesis 36

Igenesis 36:29-43