Igenesis 36:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yiyo le ke inzala kaEsawu, onguEdom.

2. UEsawu wabazeka abafazi bakhe ezintombini zakwaKanan: uAda, intombi kaElon umHeti, noAholibhama, intombi ka-Ana, intombi kaTsibheyon umHivi;

Igenesis 36