Igenesis 35:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wàkha khona isibingelelo, wathi loo ndawo ukuyibiza nguThixo waseBheteli; kuba kulapho uThixo wazityhilayo kuye, ekubalekeni kwakhe ebusweni bomkhuluwa wakhe.

Igenesis 35

Igenesis 35:5-14