Igenesis 35:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaZilipa, umkhonzazana kaLeya, nguGadi noAshere. Ngabo abo oonyana bakaYakobi, awabazalelwa ePadan-aram.

Igenesis 35

Igenesis 35:25-29