Igenesis 35:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uThixo kuye, Igama lakho nguYakobi; akuyi kuba sathiwa igama lakho nguYakobi, kuya kuthiwa igama lakho nguSirayeli; wamthiya ke igama elinguSirayeli.*

Igenesis 35

Igenesis 35:3-11