Igenesis 34:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafika oonyana bakaYakobi bevela kwalusa. Bakuyiva le nto aba buhlungu amadoda lawo, avutha kunene ngumsindo, ngokuba wênza ubudenge kwaSirayeli ngokulala nentombi kaYakobi, into leyo engeyakwenziwa.

Igenesis 34

Igenesis 34:2-9