Igenesis 34:30-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. UYakobi wathi kuSimon nakuLevi, Nindihlisele ishwangusha, ukuze ndinuke phakathi kwabemi belizwe eli, phakathi kwamaKanan, naphakathi kwamaPerizi; ndibantu bambalwa nje mna, baya kundihlanganyela, bandibulale, nditshatyalaliswe mna, nendlu yam.

31. Bathi bona, Udade wethu angáphathwa njengehenyukazi yini na?

Igenesis 34