Igenesis 34:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Imfuyo yawo, nengqwebo yawo, nawo onke amaqegu awo, akasayi kuba ngawethu na? Siya kuthi kodwa sivumelane nawo, ukuba ahlale nathi.

Igenesis 34

Igenesis 34:20-25