Igenesis 33:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawaphakamisa amehlo akhe, wababona abafazi nabantwana, wathi, Ngoobani na aba banawe? Wathi yena, Ngabantwana, athe uThixo wabababala umkhonzi wakho.

Igenesis 33

Igenesis 33:1-6