Igenesis 33:18-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Wafika uYakobi enoxolo emzini kaShekem, osezweni lakwaKanan, ekuveleni kwakhe ePadan-aram; wamisa iintente phambi komzi.

19. Wathenga isiziba somhlaba, apho wayitwabulula khona intente yakhe, esandleni soonyana bakaHamore usoShekem, ngekhulu lemali.

20. Wamisa khona isibingelelo, wathi ukusithiya nguThixo, uThixo kaSirayeli.

Igenesis 33