Igenesis 33:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Inkosi yam iyazi ukuba abantwana bathambile, nempahla emfutshane, neenkomo ezanyisayo ziphezu kwam; yothi iqhutywe kakhulu imini enye, ife yonke impahla emfutshane.

Igenesis 33

Igenesis 33:5-14