Igenesis 32:30-32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Yamsikelela khona. UYakobi wayithiya loo ndawo igama eliyiPeniyeli;* kuba wathi, Ndibonene noThixo, wahlangulwa umphefumlo wam.

31. Lathi chapha ilanga, akudlula ePeniweli, ejingxela ngomlenze wakhe.

32. Ngenxa yoko oonyana bakaSirayeli abawudli umsipha kasikrobana ophezu kosikrobana womlenze, nanamhla; ngokuba yachukumisa usikrobana womlenze kaYakobi emsipheni kasikrobana.

Igenesis 32