Igenesis 32:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Owokuqala wamwisela umthetho, wathi, Xa athe uEsawu umkhuluwa wam waqubisana nawe, wakúbuza ngokuthi, Ùngokabani na? Ùya phi na? Zezikabani na ezi zinto ziphambi kwakho? wòthi,

Igenesis 32

Igenesis 32:12-22