Igenesis 31:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaba njalo kum le minyaka imashumi mabini endlwini yakho; ndakukhonza iminyaka elishumi elinaminé ngenxa yeentombi zakho zombini, iminyaka emithandathu ngenxa yempahla yakho emfutshane; ùwuguqule kalishumi umvuzo wam.

Igenesis 31

Igenesis 31:36-46