Igenesis 31:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uziphuthaphuthile zonke iimpahla zam; ufumene ntoni na yazo zonke iimpahla zendlu yakho? Yibeke apha phambi kwabazalwana bam, nabazalwana bakho, bahlule phakathi kwethu sobabini.

Igenesis 31

Igenesis 31:30-46