Igenesis 31:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuyise, Mawungabi namsindo, nkosi yam, kuba ndingenako ukusuka phambi kwakho, ngokuba ndihleli phezu kwengca. Wagquthagqutha, akayifumana imilonde-khaya.

Igenesis 31

Igenesis 31:27-44