Igenesis 3:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kumisa ubutshaba phakathi kwakho nomfazi, naphakathi kwembewu yakho nembewu yakhe; yona iya kukutyumza intloko, wena uya kuyityumza isithende.

Igenesis 3

Igenesis 3:14-23