Igenesis 29:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamitha ke uLeya, wazala unyana, wamthiya igama elinguRubhen,* ngokuba ebesithi, UYehova uzibonile iintsizi zam; inene, iya kundithanda ngoku indoda yam.

Igenesis 29

Igenesis 29:28-35