Igenesis 29:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi kusasa, kwabonakala inguLeya. Wathi kuLabhan, Yintoni na le nto uyenzileyo kum? Andikukhonzé ngenxa kaRakeli na? Yini na ukuba undikhohlise?

Igenesis 29

Igenesis 29:21-32