Igenesis 29:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wagidima yena waxelela uyise. Kwathi, uLabhan akuluva udaba lukaYakobi, unyana wodade wabo, wagidima waya kumkhawulela, wamwola, wamanga, wamngenisa endlwini yakhe. Yena wambalisela uLabhan ngezo ndawo zonke.

Igenesis 29

Igenesis 29:6-15