Igenesis 28:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi qatha ndaweni ithile, walala khona, kuba belitshonile ilanga. Wathabatha kumatye aloo ndawo, wabeka phantsi kwentloko yakhe, walala kuloo ndawo.

Igenesis 28

Igenesis 28:9-19