Igenesis 27:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawaxelelwa uRebheka amazwi kaEsawu, unyana wakhe omkhulu, wathumela, wambiza uYakobi, unyana wakhe omnci, wathi kuye, Yabona, uEsawu, umkhuluwa wakho, uzithuthuzela ngawe ngokukubulala.

Igenesis 27

Igenesis 27:33-46