Igenesis 27:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uIsake kuYakobi, Khawusondele, ndikuve, nyana wam, ukuba unguye na kanye unyana wam uEsawu, akunguye, kusini na?

Igenesis 27

Igenesis 27:17-30