Igenesis 27:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi unina kuye, Makube phezu kwam ukushwatyulelwa kwakho, nyana wam; phulaphula izwi lam wena, uye undithabathele.

Igenesis 27

Igenesis 27:8-18