Igenesis 27:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akwaluphala uIsake, amehlo akhe enorhatyazo ukuba angaboni, wambiza uEsawu, unyana wakhe omkhulu, wathi kuye, Nyana wam. Wathi yena kuye, Ndilapha.

Igenesis 27

Igenesis 27:1-5