Igenesis 26:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAbhimeleki wambiza uIsake, wathi, Yabona, inene ngumkakho lo; ungáthini na ukuthi, Ngudade wethu? Wathi uIsake kuye, Bendisithi, hleze ndife ngenxa yakhe.

Igenesis 26

Igenesis 26:8-12