Igenesis 26:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abuza amadoda aloo ndawo ngomkakhe. Wathi, Ngudade wethu; kuba ebesoyika ukuthi, Ngumkam; hleze ambulale amadoda ale ndawo ngenxa kaRebheka, ngokuba ebemhle imbonakalo.

Igenesis 26

Igenesis 26:1-17