Igenesis 26:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phambukela kweli zwe. Ndoba nawe, ndikusikelele; kuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe, ndisimise isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo;

Igenesis 26

Igenesis 26:1-12