Igenesis 25:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke oonyana bamashweshwe, abenawo uAbraham, wabanika izipho uAbraham; wabandulula, bemka kuIsake unyana wakhe, esekho, basinga empumalanga, ezweni lasempumalanga.

Igenesis 25

Igenesis 25:1-12