Igenesis 24:67 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UIsake wamsa ententeni kaSara unina, wamzeka uRebheka, waba ngumkakhe; wamthanda. UIsake wathuthuzeleka ke ngenxa yonina.

Igenesis 24

Igenesis 24:64-67