Igenesis 24:64 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

URebheka wawaphakamisa amehlo akhe, wambona uIsake, waziphosa phantsi, wehla enkameleni. Wathi kumkhonzi, Ngubani na laa mfo uhambayo entsimini, esiza kusikhawulela?

Igenesis 24

Igenesis 24:58-67