Igenesis 24:25-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. Yathi kuye, Sínawo umququ kwaneendiza ezaneleyo, nendawo yokulala.

26. Yathoba indoda leyo, yaqubuda kuYehova.

27. Yathi, Makabongwe uYehova, uThixo wenkosi yam uAbraham, ongayiyekelelanga inceba yakhe nenyaniso yakhe, imke enkosini yam: úthe ndisendleleni, uYehova wandikhokelela endlwini yabazalwana benkosi yam.

Igenesis 24