Igenesis 24:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ingekagqibi ukuthetha, gqi uRebheka esiza, lowo wazalwayo nguBhetuweli, unyana kaMilka, umkaNahore, umninawa ka-Abraham, enomphanda wakhe egxalabeni lakhe.

Igenesis 24

Igenesis 24:8-23