Igenesis 23:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùsisikhulu sakwaThixo phakathi kwethu; kwelona linyulekayo kumangcwaba ethu, mngcwabe umfikazi lowo; akukho bani kuthi uya kwala nengcwaba lakhe, ukuba ungamngcwabi umfikazi lowo.

Igenesis 23

Igenesis 23:4-11