Igenesis 23:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UEfron wayehleli phakathi koonyana bakaHeti; uEfron umHeti wamphendula uAbraham ezindlebeni zoonyana bakaHeti, zabo bonke abangénayo ngesango lomzi wakhe, esithi, Hayi, nkosi yam, ndíve!

Igenesis 23

Igenesis 23:7-19