Igenesis 22:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafika endaweni abemxelele yona uThixo, wákha khona uAbraham isibingelelo, wazicwangcisa iinkuni, wambopha uIsake unyana wakhe, wambeka esibingelelweni phezu kweenkuni.

Igenesis 22

Igenesis 22:1-18