Igenesis 22:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Ndilapha. Sathi, Musa ukusisa isandla sakho kumfana, musa ukumenza nto, kuba ndiyazi ngoku ukuba ùyamoyika uThixo; akunqabanga nonyana wakho kum, emnye kuwe.

Igenesis 22

Igenesis 22:2-19