Igenesis 21:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya wahlala phantsi malunga nayo, umgama ongangowokutola ngotolo; kuba wathi, Mandingakuboni ukufa kwenkwenkwe. Wahlala phantsi malunga nayo ke, waphakamisa izwi lakhe, walila.

Igenesis 21

Igenesis 21:12-20