Igenesis 21:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavuka kusasa uAbraham, wathabatha isonka nentsuba yamanzi, wanika uHagare, ebeka emagxeni akhe, nenkwenkwe, wamndulula. Wemka ke, wandwendwela entlango yaseBher-shebha.

Igenesis 21

Igenesis 21:10-17