Igenesis 20:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akatshongo na yena kum ukuthi, Ngudade wethu, naye ngokwakhe wathi, Ngumnakwethu? Le nto ndiyenzé ngentliziyo yam ígqibelele, nangezandla zam zímsulwa.

Igenesis 20

Igenesis 20:2-15