Igenesis 20:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAbhimeleki wathabatha impahla emfutshane, neenkomo, nabakhonzi, nabakhonzazana, wanika uAbraham; wambuyisela uSara umkakhe kuye.

Igenesis 20

Igenesis 20:8-18