Igenesis 19:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawubone, lo mzi ukufuphi, ukuba kubalekelwe kuwo, mncinane; ndanga ndingazisindisa ngokuya kuwo (awumncinane na?), usinde umphefumlo wam.

Igenesis 19

Igenesis 19:18-28