Igenesis 18:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Nanko ententeni. Yathi, Ndiya kubuyela kuwe, lakubuya eli xesha; yabona, uSara umkakho uya kuba nonyana. Weva uSara esemnyango wentente, wona esemva kwayo.

Igenesis 18

Igenesis 18:7-15