Igenesis 17:26-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

26. Kwangaloo mini walùswa uAbraham, noIshmayeli unyana wakhe.

27. Nawo onke amadoda endlu yakhe, azalelwe endlwini yakhe, nazuzwe ngemali kubani wolunye uhlanga, alùswa kunye naye.

Igenesis 17