Igenesis 17:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uThixo, Ewe, uSara umkakho úya kukuzalela unyana, umbize ngegama lokuba nguIsake;* ndíwumise umnqophiso wam naye, ube ngumnqophiso ongunaphakade kwimbewu yakhe emva kwakhe.

Igenesis 17

Igenesis 17:14-22