Igenesis 17:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Unyana omihla isibhozo makalùswe kuni, yonke into eyindoda kwizizukulwana zenu, ezelwe endlwini, nezuzwe ngemali kubani wolunye uhlanga, ongengowembewu yakho yena.

Igenesis 17

Igenesis 17:7-16