Igenesis 15:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamsa phandle, wathi, Khawubheke phezulu ezulwini, uzibale iinkwenkwezi, ukuba unokuzibala; wathi kuye, Iya kuba njalo ke imbewu yakho.

Igenesis 15

Igenesis 15:1-15