Igenesis 15:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuAbram, Yazi ke, ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelayo, ibakhonze abo, bayicinezele, iminyaka emakhulu mané.

Igenesis 15

Igenesis 15:6-16